Music

Joyous Celebration ‘s Umbhedesho Lyrics

Siyakudumisa Thixo
Siyakuvuma ukuba unguYehova
Umhlaba wonke ubhedesha wena
OYise ongunaphakade
Zonke iingelosi zimemeza kuwe
KwaneZulu nawo onke amandla akulo
IKherobime neSerafime
Zimana zimemeza kuwe
Uyingcwele, uyingcwele uyingcwele!
Yehova Thixo wemikhosi
Izulu lizele kwanomhlaba
Bubukhulu nobugcwalisa bakho
Amen, Ameni…
Amen, Ameni…
Amen, Ameni…
Amen, Ameni…

Nkosi ndithembe wena
Mandingaze ndidaniswe
Nkosi ndithembe wena
Mandingaze ndidaniswe
Nkosi ndithembe wena
Mandingaze ndidaniswe
Nkosi ndithembe wena
Mandingaze ndidaniswe